



Abakunye noPoppy one-14 Ieminyaka ziititshala zaseBongane-Lebohang Secondary School: (ukusuka ekhohlo ukuya ekunene) nguMnu. D.M. Radebe, uNkszn. Malaoa, noNksk. N. Nhlapo.

UMUZU WEMBALI
UPoppy Mkhwebane waseCorneLia eFreyistata uye wafikelela kumanqam kwijunior History Olympiad yeSouth African Academy of Science and Arts.

IMAKOYA YOKWENYANI
IMAKOYA, ekhulule lcwecwe layo elithi Sharp Ke Tsona nyakenye, liqela lelokishi yaseTlhabane, eRustenburg. UJOSEPH MOLEELE ubone eli qela linik umdla xa belidlala kukhuphiswano
lonobuhle apho.

UFrank Pilane (one-24) uFelix Lekabe (one-25) noOupa Mboni (one-26) banik umdla. Kungako sisithi yiMakoya yokwenyani. Eli qela linamalungu azalelwe akhulela eTlhabane kufutshane naseRustenburg, lithanda ukudlala eJohannesburg.
La matyendyana angqinelana ngezinto ezimbini ezibalulekileyo: Umculo nemfundo. Anenkolo yokuba imfundo iza kuba sisitshixo ebomini bawo, naku okudiza oko: uFelix upase izifundo zokuba ngunobhala, uFrank ufundisa izifundo zobugcisa, uOupa yena uneNational Diploma in Administration. Umyalelo abanawo kulutsha lwaseMzantsi-Afrika kukuba impumelelo ayifiki lula, kodwa qhubekani nineminqweno!




ABATHANDI BAKATSHEPO TSHOLA
	Emva kokuchaza ngoTshepo Tshola kushicilelo Iwethu
IweBONA kaDisemba 1996, abafundi abaninzi basibhalele becela idilesi kaTshepo. Nantsi ke: Suite 254, Private Bag X9,
		Benmore 2010.
EIi ligama lothotho lwemiboniso kweli ejoliswe ekufuniseni abafuna imisebenzi, ukusa kwimisebenzi namathuba oqeqesho. Amaziko, iinkampani nemibutho efundisa, iqeqeshe, iqeshe, igaye nelulekayo iza kube ikho kumaziko aphambili ekupheleni kowe-1 997 nasekuqaleni kowe-1998. lmiboniso emithathu yokuqala sele ilungiseleiwe ukuba seKapa ngoAgasti
21 -23- 1997 eGood Hope Centre, eThekwini ngoFebruwari 15-17 eDurban Exhibition Centre naseJohannesburg ngoFebruwari 26-28 eNasrec. Le
miboniso iza kubakho kungekudala eBhayi, ePitoli, eBloemfontein nakwamanye amaziko.


 Ekusungulweni kweThe World of Work Exhibitlon bekukho uMnu. Tahir SaIIie, uMelathisi weCareer Research lnformrmation Centre, uMnu. Roper Nye, uMlawuli wejob Scene ExhIbltons
SA.



BANTWANA! ZIZUZELENI lR5O!
Nanku umdlalo omnandl oza kuphucula isiNgesi senu. Ezinye iimpendulo ziIuIa,
ezinye ziza kufuna nicingisise. Sinenzele umzekelo wamnye ukuninceda
niqalise. Nakuzibhala zonke iimpendulo, zalisani ifomu yokungenela nize nisike
ifunword kunye nefomu yokungenela nizithumele kwidilesi ethi: BONA
FUNWORD NO. 4, Box 32067, Mobeni, 4060. Umhla oluvalwa ngawo olu
khuphiswano ngowama-25 ku-April 1997. Ingenelo lokuqala elichanileyo eliya
kutsalwa ngalo mhla Iiya kuzuza I-R50! Siza kuzipapasha iimpendulo
zoKhuphlswano lwe-4 kunye negama lophumeleleyo kwiBona ka-Juni 1997.
Nanga ninganethamsanqa!



L	1
Owelwe ngumq esandleni kukhuphiswano lwe-2 ngu-:
PRINCE MOTEBELE,
ePotgietersrus
INTSOM1 KAMAKAZ UBARBARA

Molweni bantwana! lbali endifuna ukunibalisela lona kule nyanga lithi: QIQA PHAMBI
KOKUBA WENZE. Ndliathemba ukuba nizakulonwabela!

N
 jengamanye amakhwenkwe, uBongani wayendwebile,
Wayekuthanda ukukhwela emithini -esenza izinto ezothusayo - achithe iindlwane zeentaka. Wayengaziboni ukuba ukhohlakele, ahleke qho ebona amaqanda amancinci eyokuthi tyufu emhlabeni.
Uthe exakekile ngenye imini echitha iindlwane zeentaka, kwathi gqi ukhozi olukhulu. Ngeenzipho zalo ezomeleleyo lwamthi nqaku uBongani kulOo mthi lwamthwala !ayokumbeka enkcochoyini yentaba phezulu phaya.
Yambeka kwindlwane enkulu yentaka enamaqanda aniakhulu amathathu.
Apha phakathi kukho amantshontsho am Bongani. Uyakundinceda ke undigcinele wona de aqanduseleke. Xa kunokwenzeka nantoni na kuwo ndiya kukuphosela ezantsi ndlkubukele xa untlaleka - nanjengoko nawe wenjenjalo kumaqanda ezinye iintaka, satsho isikhukukazi sokhozi sabhabha.
Wankwatya uBongani. Wabona ukuba akanakuqhwesha kule ndlwana yentaka kuba yayakhelwe kungqameko lweliwa.
Wajonga la maqanda mathathu
wakhumbula isilumkiso sokhozi. Ngobunono, wathabatha amaqanda
wawabeka phezu kwamathanga akhe. Wathatha nehempe yakhe wawafudumeza ngayo
Lwavuya ukhozi ukubuya kwalo. lna Bongani, ndikuphathele iziqhamo, zitye, latsho libhabha kwakhona.
Emva kweentsukwana, uBongani owayethukra ubuthongo, wathu khwasu. Weva amaqanda ekroboka wothuka waphantse waf isiqaqa.
Kweekhu, kungenzeka ndiwophule amaqanda xa bendilele wakhwina. Kodwa uthe esakuqwalaseJa, wabona amantshontsho ezama ukuphuma emaqandeni.
UBongani waziva onwabiie ezingca ngokubona amaqanda amathathu okhozi eqanduselwa. Wayengazi ukuba amaqanda agcina ubomi obuhle kangaka - intakana eyakuthl ngenye imini iphaphazele esibhakabhakeni njengabazali  bayo. Wacinga ngawo onke loo maqanda awayewaphosa phantsi kwiindlwana zeentaka, waneentloni, wakhathazeka.
1Yiza Bongani, ndiza kukugodusa, latsho ukhozi.
Luthe lusakumbeka kowabo uBongani wathi kulo: Ndicela uxolo ngendikwenzileyo. Andisokube ndiphinde ndikwenze
Ndiyazi awunakuze uphinde, lwaphendula ukhozi, lwantingela esibhakabhakeni.


kubhale uTHOKO MKHIZE





ULindy Moorosi Ingcali Kwezomthetho
Olu lwazi luve!a kuMcebisi Kwezomtbetbo Sikunika ilungelo lokwazi
(Jkuze ube lilungu tsalela umnxeba kuinombolo ethi

(01 1) 726.-5260







UMCEBISI KWEZOMTHETHO

Sazi-Mthetho, Abantwana ababini bentombazana endincuma nayo banootata abahlukeneyo. Mna ndingutata walo umncinci. Ingxaki kukuba Ie ntombazana indoyikisa ngokundibambela isondlo xa ndinokuyishiya. Ikwandoyikisa ngokundibambela nesondlo somnye umntwana lo. Ndinexhala lokuba xa inokuyifumana imali yesondlo iya kubond1a bobabini aba bantwana. Ndithini?
Ngu-P.J.P.S., eEllisras. Nanjengoko umthetho ukugunyazisa ukuba umondle umntzuana, intombazana othandana nayo ingayokukumangalela ukuba ukwenze oko. Kunjalo, awunakunyanzeliseua ukuba euondle abantzuana abangengobakho kwaye ungayokukuphikisa enkundleni oko. Ngelishzua lakho, azounakuyilaeuula indlela umama womnt.wana wakho awasebenzisa ngayo amalungelo akhe okuba ngumzali nomkhulisi zoomntwana. Xa ubona ngathi akakhuliswa ngendlela efanelekileyo okanye akahoyekanga umntwana wakho ungaya kwinkundla ephakamileyo yamaryala (Supreme Court) nekuyzyo ekhethela abanieuana abaselula abakhulisi, phofu ke kuxhomekeka kokuya kuba yirzzuzo okanye kzuintlalontle yomntzuana. Xa unomdla kweli nyathelo dibana negqzuetha eliya kukunceda.

Sazi-Mthetho, Umama wagilwa yimoto ngo-1992 wasweleka ukufika kwakhe esibhedlele. Ndandisemncinci ukwazi okwenzekayo malunga nembuyekezo oyifumana xa ufe kwingozi yemoto. Kungokunje sixelelwa ukuba sasifanele siyifune kwisithuba seminyaka emibini loo mbuyekezo. Singayifuna njani? NguM.V.B., eSecunda. Nangona isicelo sembuyekezo kufanele senzieue kzuisithuba seminyaka emithathu emta kwengozi (seminyaka emibini maxa v.uamln) zikhona ezinye imeko ezingachaphazelekileyo koku. Kuxa owenza isicelo engekho xabiszueni, ethatyathwa njengongaphilanga ngokwasengqondweni ngokomthetho wezempilo ojongene nokugula ngengqondo
Ukuba unengxaki yezomthetho
bhalela kule dilesi: Legal Advisor,
Bona, P.O. Box 32083, Mobeni, 4060.
Ucetyiswa	simahla ngomthetho, kodwa qaphela ukuba:
	lincwadi ziya kuphendulwa kweli
khasi kuphela, akukho mntu uya
kucetyiswa ngokubhalelwa !ncwadi.
	limpendulo zeencwadi zisekelwe kwizinto ezixeliweyo encwadini, ngoko iBona nabacebisi bethu bomthetho abanakubekwa tyala ngomonakalo osenokubangelwa licebo abakunike Iona.
naxa umntu ekhulizua ngumniu otyunjiweyo. Kzuezi meko isicelo silinda de ithuba livume. Obengekho sexabiszueni uye alindwe de afikelele kubudala bama-21. Ungasenza isicelo kwiMultilateral Motor Vehicle Accidents Fund kodzua ke oko kuxhomekeke kubudala bakho nokwabanye kumama wakho. Lilonke dibana negqwetha ngokukhawuleza likucebise nangakumbi kungenjalo uqhagamshelane nabeLegalAid Board xa ungena mali yaneleyo yokuhlawula igqwetha.

Sazi-mthetho, NdiliLungisa Loxolo kummandla
endihlala kuwo. Abasebenzi beza kum xa befuna amacebiso okanye ukukhuselwa ekugxothweni ngabaqeshi babo (amafama). Aba ngabasebenzi basefama abaye bagxothwa, abangahlawulwa ngokwaneleyo nabagxothwe efama bophukelwa yimpahla yabo ngethuba betelekiswa. Ungandinceda ngendawo endinokufuinana ezinye iinkcukacha
ngokuphathelele koku.
NguAJ.M., ePaulpietersburg.
Imithetho ephathalele nemicimbi yabasebenzi ifumaneka kwidilesi eihi Government Printer, Bosinan Street, Private bag X85, Pretoria, 0001. Inombolo yefowuni. (012) 323 9731, Ext. 263, Okanye ungaqhagamshelana nesebe elikufutshane nawe elijongene nezemisebenzi ufumane uncedo.

Sazi-mthetho, Utata wam waqeshwa njengomsebenzi
iminyaka engama-25. Kunjalo, ngenxa yokungavisisani phakathi kwakhe nabaqeshi bakhe uphila nge-R100 ngenyanga. Akanayo iBlue card kwaye akazange afumane mbuyekezo ngokusebenza iminyaka emininzi engaka. Kungokunje usenze isicelo semali kwiSebe laBasebenzi laseVanderbijlpark kodwa akakafumani mpendulo. Angenza ntoni?
NgUB.Z.S., eHoneydew.
Ngokwe Unemployment Insurance Act kulindeleke ukuba umqeshi enze isicelo kuMlazuuli5ikelele weZabasebenzi abhalise umqeshwa kwingxowa ethile akuqala ukusebenza. Kukwalindeleke ukuba umqeshi agcine amaphepha omqeshi ohlaeuulayo ngamnye iminyaka emithathu agcine nekhadi (blue card) alinikiweyo nekumele ukuba linikwe umqeshwa akuyeka umsebenzi. Umqeshi uya kube waphule umihetho ngokungakwenzi oko aze ahlawuliswe. Utata wakho makabuyele kwiSebe IaBasebenzi ngaphandle kokuphozis amaseko enze isicelo sembuyekezo-mali ngokuphelelwa ngumsebenzi ngokutsha (xa engakhange abe nagalelo kuloo ngxowa) nanjengoko kubalulekile ukuba senziwe ngokukhazuuleza isicelo emveni kokuphelelwa ngumsebenzi kuba kaloku umhla enze ngawo isiqalo uthatyathwa njengomhla aya kuqala ngawo ukufimana imaliyakhe. Utata euakho akulindelekanga ukuba afumane enye imali ngaphandle kzueyomvuzo euakhe, eyekhefu lakhe (xa ebesenalo), kwaneye ayityaleuayo. Kwakhona umqeshi wakhe akanyanzelekanga ukuba amhlawule enye imali ngenxa yokuba ebesenethuba elide emsebenzela.












BONAWORD PUZZLE
UNGAWINA
i-R25 000!
KODWA XA LINGEKHO INGENELO ELICHANE
NGOKUTHE GQATHU, INGENELO
ELINEEMPOSISO EZIMBALWA LIYA KUWINA
i-R5 000!
NGENELA NGOKU!
Phofu ukuba weniza ngale ndlela unethuba elibhekele phaya lokuwlna ibhaso elikhulu.. Nanku umzekelo wokuzalisa lsivakalisi ngasnye:
UYAYIBONA KE INDLELA EKULULA
NGAYO!
1. Ungawathumela amangenelo abe maninzi kangangoko uthanda. likopi ezifotlweyo kunye nezinye iikopi ezifanelekileyo ziya kwamkelwa. Arnangenelo axobisa ama-60c lilinye kunjalonje kufuneka akhatshwe yiposoda yemali epheleleyo. Amangenelo afunyenwe engenamali akcisayl kwamkeleka. liposoda mazingakhroswa.
2. Amangenelo akasayi kwamkeleka ukuba ngaba omnye unobumba ubhalwe phezu komnye okanye xa nawaphi na amagama engafundeki. 3. Akakho oya kugqitha ngaphaya kwezigqibo zabagwebi.
4. Nabani na angalungenela. ngaphandle kwabasebenzl base-Republican Press kunye neentsapho zabo ezikufutshane.
5. Naliphi na lngenelo elifika lcuthi emva komhla wokuvala alisayi kusiwa so. As}sayi kuba natyala ngeefomu zokungenela ezilahlekayo okanye ezifika emva komhla wokuvala.
6. Ukuba akakho owine mpela. ibhaso lentuthuzelo ellngama-R5 000 liya kunikwa umntu othumele ingenelo eliphantse lachana. Ukuba Icukho abantu abangaphezu komnye kwlbhaso elikhulu okanye kwelentuthuzelo lmali lya kwabiwa ngokulinganayo.
7. lgama okanye amagama abaphumelele kwiWord Puzzle No 91 aya kukhutshwa kushicilelo Iuka-.Julayi 1997 IweBona.
8. Amabhaso akukhutshelwa kuphela abakwindawo ezisebenzisa iiRandi eziyimali yoMzontsi-Afrika.
9. Abantu abaphumelele kwiWord Puzzle kufuneka bavume ukufofwa.
10. Amabhaso angalandwanga ngabanini bawo de kwaphela linyanga ezi-6 abasayi kuwafumana.

Khumbula, kuya kubakho lWord Puzzle eNT$HA kwiBona yenyonga elandelayo. ekunika ELINYE ithuba lokuwina ibhaso elikhulu esandleni!




KUQALA, FUNDA
-	APHA
*	NGOKUNGENELA IBona WORD PUZZLE
VETHU UYA KUBA UNCEDA ABANTU ABANINZI. Kunjalo kanye. imali oyithumelayo lya ebhankini. ize ke Isetyenziswe ekuncedeni abantu bakowethu kwilizwe liphela. lsetyenziswa ekwakheni ilpal<J zokudlalela, ekuthumeleni abanfwana esikolweni, ekwakheni omagumbi okufundelo, nakwezinye lzinto ezininzi ngokunjalo. Ngako oko ke. khumbula, uya kuba uncecla abanye abantu
* UVA KUBA UYAZINCEDA NAWE.
Kulungile ke, Ie puzzje lya kukunceda ekufundeni islNgesi. Ukubo unegama ongolaziyo, buza kumhlobo wakho ukuba llthetha ntoni na, okanye ke ulikhongele kwisichazl-magama. Uya l<umangaliswa yindlela lslNgesi sakho esiya kuya siphucuka ngokuphucuka ngayo. Kanti ngaphezulu. unokuwina lsilyhwentywe seMALI
OMAWUKWENZE
Kuqala,jonga kwikhasi elilandelayo. Ubona lkhuphoni neepuzzle ezintathu ziyafana zonke? Kulungile ke, Inye kuzo IINGENELO kwaye ukuba ujonga ngaphaya kwikhasi, uya kufumana amanye amangenelo amane. Ngoku ke. uyayibona na indlela lpuzzle eyenziwe ngczyo yazizivakalisi ezingama-20, namagama amablnl okanye amafhothu kwizibiyeli kwindawo ethile nje kwisivakalisi ngasinye? Ngoku ke. kuphela omawukwenze kukuba ugqibe ngelona gama lilunge kweso slvakollsi kwlsetl nganye yezJbiyeli kwislvakallsl ngaslnye uze ullbhale lce kwlzJthuba ezingakwisivakalisi ngasinye, ubhala unobumba abe mnye kwibhloko nganye. Kanti ke usenokuzlvo ufuno ukukhetha elinye lgama kwizivakalisi xa uzalisa elinye ingenelo Kanti ke, use ngowezo angafani onke amangenelo akho
KULUNGILE KE!
lngenelo ngalinye olizalisayo lixabisa ama-60c. Lilonke ke xa uzalise lalinye kufuneka uthumele lposoda ye-60c. ukuze uthi ukuba uzalise amabini. ibe yiposoda ye-P1.20c. Ukuba ke uwazalise oslxhenxe la mangenelo. kuya kufuneka uthumele lposoda ye-P420.
UKUTHUMELA AMA-NGENELO AKHO
Makhe sithi nje uzalise amangenelo amahlanu. Loo nto ke ithetha ukuba kuya kufuneka uthenge iposoda ye-R3 (ukhumbule, ingenelo ngalinye ye-60c). Ngoku ke. bhala igama Iakho ne-dilesi kwikhuphoni ngezantsi kwamangenelo amathathu okugqibela ngaphaya kwikhasi, uze ubhale opho nenombolo yeposoda yakho ngokunjalo. Ngoku -oku kuBALULEKE kAKHULU. KRAZULA iPHEPHA LEMAGAZINI LONKE NGOCOSELELO
MUSA UKUSIKA UKHUPHE NAliPHI NA KUMANGENELO
Ngoku ke, bhata ukuba iposoda yakho mayihlawulwe KWIBONA uze ke ufake lphepha elo liphuma kwiBona kunye neposoda yakho kwimvulophu enye uze uyithumele apha: Bona Word Puzzle, Bcx 3204, Mobeni. 4060. Ungawaposi nge-rejista amangenelo akho. kunoko, sebenzisa Ioo mali yerejsta ngokuzalisa amanye amangenelo, uze uqinisekise ukuba amangenelo akho uwaposa kakuhle phambi komhla wokuvalwa kolu khuphiswano ongulo:


APRILI 25, 1997
IMITHETHO

